Inguqulelo ka qithi ingesiNgesi:

qithi

of dropping down

isifanekisozwi

  • 1

    of dropping down
    of falling down
    Waphants’ ukuwa qithi phantsi uNkosazana kukothuka Nkosazana nearly fell down from shock
  • 2

    of falling with a noise
    Sathi qithi phantsi isipaji awayesiphethe uThozama The purse Thozama was carrying fell down making a noise