Inguqulelo ka thaa ingesiNgesi:

thaa

of being clear

(tha)

isifanekisozwi

  • 1

    of being clear
    Isoloko ithe thaa engqondweni indawo apho ubani asuka khona nalapho wazalelwa khona It is always clear in the mind, the place that one comes from, and where one was born
  • 2

    of shining brightly
    Ngelo xesha esibhakabhakeni iinkwenkwezi zithe thaa At that time the stars shone brightly in the sky