Inguqulelo ka thaca ingesiNgesi:

thaca

of putting down flat

isifanekisozwi

  • 1

    of putting down flat
    Ndathi xa ndivula ucango lwemoto ndasibona isitshixo sithe thaca esitulweni When I opened the car door, I saw the key lying flat on the seat
  • 2

    of putting forward
    of presenting
    Sinomthetho olawula izikolo othe thaca onke amalungelo We have an act that governs the schools and which puts forward all rights