Inguqulelo ka tshe ingesiNgesi:

tshe

of appearing briefly

isifanekisozwi

  • 1

    of appearing briefly
    UThobeka noNomsa bathe tshe kwelo theko Thobeka and Nomsa made a brief appearance at the party, I do not know about others
  • 2

    of catching a glimpse of
    of seeing for a moment
    Ukuba ndingakhe ndimthi tshe ngeliso ndingaxola If I can catch a glimpse of her, I would be pleased