Inguqulelo ka tyaba ingesiNgesi:

tyaba

isifanekisozwi

  • 1

    of being broad or flat
    Kubalulekile ukuba ngamaxesha onke isitovu separafini sibekwe kwindawo ethe tyaba It is important to always put a paraffin stove on a flat surface
  • 2

    of being clear
    Kwakuthe tyaba kubo bobabini loo nyaniso ibuhlungu kunene It was clear to both of them, that the truth was painful