Inguqulelo ka ubhaliso ingesiNgesi:

ubhaliso

registration

isibizo (class 11)

  • 1

    registration
    Ubhaliso lwabazelweyo, imitshato nabaswelekileyo lwenziwa kwiSebe lezaseKhaya The registration of births, marriages and deaths is done at the Department of Home Affairs