Inguqulelo ka ububele ingesiNgesi:

ububele

kindness

isibizo (class 14)

  • 1

    kindness
    Ndithanda ububele bakhe, usoloko encokola, encumile ngalo lonke ixesha I like her kindness, she is always chatting and smiling