Inguqulelo ka ubuhlanti ingesiNgesi:

ubuhlanti

kraal

isibizo (class 14)

  • 1

    (for cattle)
    kraal
    Obu bubuhlanti beenkomo This is the kraal for the cattle
    Ubuhlanti ke bubalulekile kakhulu kwaXhosa The kraal is important amongst the Xhosa people