Inguqulelo ka ubulembu ingesiNgesi:

ubulembu

moss

isibizo (class 14)

  • 1

    moss
    lichen
    Ubulembu obukhula phakathi kwamatye buluhlaza The moss that grows between the stones is green
  • 2

    maize filament
    Hlamba umbona omtsha ususe ubulembu Wash the soft maize and remove the maize filament