Inguqulelo ka uburharha ingesiNgesi:

uburharha

sense of humour

isibizo (class 14)

  • 1

    sense of humour
    Lo mfo unoburharha kakhulu This fellow has a great sense of humour
  • 2

    humour
    amusement
    Amabali akhe anoburharha Her stories are full of humour