Inguqulelo ka uburhulumente ingesiNgesi:

uburhulumente

governance

isibizo (class 14)

  • 1

    governance
    Njengazizwe zonke, indlu eMnyama yayinabo uburhulumente obuzinzileyo Like all nations, the Black nation had a stable governance