Inguqulelo ka ucingo ingesiNgesi:

ucingo

fence

isibizo (class 11, isininzi iingcingo)

  • 1

    fence
    Bathi ambambe elukhulula ucingo They said they caught him loosening the fence
  • 2

    wire
    Wafuna ucingo anokulusebenzisa ekuvuleni iqhaga elo He searched for a piece of wire he could use to open the lock
  • 3

    telegram
    Ucingo lusetyenziswa xa kubikwa udaba olukhawulezileyo A telegram is used to send an urgent message