Inguqulelo ka udonga ingesiNgesi:

udonga

wall

isibizo (class 11, isininzi iindonga)

  • 1

    wall
    Udonga lwalwakhiwe ngezitena The wall was made of bricks
  • 2

    gully
    furrow
    Ukhukuliseko ulwenza iindonga Erosion causes gullies