Inguqulelo ka ukwamkela ngezandla ezishushu ingesiNgesi:

ukwamkela ngezandla ezishushu

to welcome warmly

  • 1

    (literally, to welcome with warm hands) to welcome warmly
    Abantu bawamkela umzekelo kaMadiba ngezandla ezishushu People welcomed Madiba's example warmly