Inguqulelo ka ukwanda kwaliwa ngumthakathi ingesiNgesi:

ukwanda kwaliwa ngumthakathi

  • 1

    (literally, a witch obstructs growth) used as a way of thanking a person
    Ndiyakubulela ngale mali, ukwanda kwaliwa ngumthakathi I thank you for this money