Inguqulelo ka ulwazi ingesiNgesi:

ulwazi

knowledge

isibizo (class 11)

  • 1

    knowledge
    information
    Abafundi bafumana ulwazi oluninzi apho Learners find a lot of information there
  • 2

    knowledge
    understanding
    Unolwazi olupheleleyo ngombane nendlela osebenza ngayo She has complete understanding of electricity and how it works
    Udinga isakhono nolwazi You need skill and knowledge