Inguqulelo ka umboniso ingesiNgesi:

umboniso

scene

isibizo (class 3, isininzi imiboniso)

  • 1

    idrama
    (in a play)
    scene
    Umboniso lwesi-2: Komkhulu, kwindlu yeendwendwe Scene 2: At the Great Place, in a guest room
  • 2

    exhibition
    Wenziwa ngowuphi unyaka umboniso wokuqala weBhreyile? In which year was the first Braille exhibition?