Inguqulelo ka umfo ingesiNgesi:

umfo

man

isibizo (class 1, isininzi abafo)

  • 1

    man
    Elalini kwakukho umfo omfutshane ogama lingNgunda In the village there was a short man called Ngunda