Inguqulelo ka umgqomo ingesiNgesi:

umgqomo

drum

isibizo (class 3, isininzi imigqomo)

  • 1

    (large container, e.g. petrol drum, rubbish bin)
    drum
    bin
    Nigcina amanzi emgqomeni? Do you store water in a drum?
    Galela inkunkuma emgqomeni Put the rubbish in the bin