Inguqulelo ka umhlaba ingesiNgesi:

umhlaba

land

isibizo (class 3, isininzi imihlaba)

  • 1

    land
    Umhlaba kuya kwabelwana ngawo ngabo bawusebenzayo The land will be shared among those who work on it
  • 2

    soil
    Umhlaba mawungabi namatye The soil must be free of stones
  • 3

    world
    earth
    Umhlaba uthatha unyaka ukujikeleza ilanga The earth takes a year to travel around the sun