Inguqulelo ka umhlathi ingesiNgesi:

umhlathi

paragraph

isibizo (class 3, isininzi imihlathi)

  • 1

    paragraph
    Umhlathi wokuqala mawubhalwe ngokudlwengula umxhelo The first paragraph should be written in an exciting way
  • 2

    jaw
    jawbone
    Imbethi-manqindi yamnqinda emhlathini The boxer punched him on the jaw