Inguqulelo ka umjelo ingesiNgesi:

umjelo

drain

isibizo (class 3, isininzi imijelo)

  • 1

    drain
    gutter
    Umjelo uhambisa amanzi A drain carries water away
  • 2

    sewerage pipe
    Susa umjelo wogutyulo kwindlela yabucala Remove the sewerage pipe from the private path