Inguqulelo ka umjikelo ingesiNgesi:

umjikelo

cycle

isibizo (class 3, isininzi imijikelo)

  • 1

    cycle
    Chaza umjikelo wobomi bebhabhathane Describe the life cycle of a butterfly
  • 2

    rotation
    Laa msebenzi wenziwa ngootitshala abathathu ngemijikelo: omnye usebenza ngoMvulo, omnye ngoLwesibini, njalo-njalo That work is done by three teachers in rotation: one works on Monday, another on Tuesday, etc.