Inguqulelo ka umkhono ingesiNgesi:

umkhono

foreleg

isibizo (class 3, isininzi imikhono)

  • 1

    (of an animal)
    foreleg
    Iintombi zona ndazinika umkhono I gave the foreleg to the girls
  • 2

    (used when telling the time)
    quarter (of an hour)
    Sibuye kwikhefu ngomkhono phambi kwentsimbi yesibini We returned from the break at a quarter to two
  • 3

    sleeve
    Ndabamba umkhono wakhe wehempe ndawukrazula I grabbed his shirt sleeve and tore it