Inguqulelo ka umlinganiselo ingesiNgesi:

umlinganiselo

measure

isibizo (class 3, isininzi imilinganiselo)

  • 1

    measure
    measurement
    Umlinganiselo omiselweyo womthamo yilitha The prescribed measure of the container is a litre
  • 2

    criterion
    Utitshala uza kuchaza imilinganiselo ayisebenzisayo ukuhlola umsebenzi wakho The teacher will explain the criteria he uses to assess your work