Inguqulelo ka umlinganiswa ingesiNgesi:

umlinganiswa

character

isibizo (class 1, isininzi abalinganiswa)

  • 1

    character
    Umlinganiswa oyintloko apha ebalini nguWilfred Zinto The main character in the story is Wilfred Zinto