Inguqulelo ka ummeli ingesiNgesi:

ummeli

representative

isibizo (class 1, isininzi abameli)

  • 1

    representative
    Amalungu epalamente ngabameli abamele iimfuno zoluntu Members of parliament are representatives who represent the public's interests