Inguqulelo ka ummiselo ingesiNgesi:

ummiselo

regulation

isibizo (class 3, isininzi imimiselo)

  • 1

    regulation
    rule
    Ummiselo ukhokela ikomiti ekwenzeni izigqibo zenkxaso-mali The regulation guides the committee to make decisions on financial aid