Inguqulelo ka umnumzana ingesiNgesi:

umnumzana

Mr

(uMnumzana)

isibizo (class 1, isininzi abanumzana)

  • 1

    Mr
    sir
    respected person
    Ukhe wee cwaka uMnumzana uSiko, engaphenduli Mr Siko kept quiet for a moment, giving no answer
    Molo, mnumzana Hello, sir

Usetyenziso

The title 'uMnumzana' is sometimes abbreviated as 'uMnu'.