Inguqulelo ka umoni ingesiNgesi:

umoni

sinner

isibizo (class 1, isininzi aboni)

  • 1

    sinner
    Wena uthe akuthandi ukubona umoni ebhubha, abhubhel' ezonweni zakhe You said you do not like to see a sinner dying, dying in her sins
  • 2

    offender
    Amapolisa alayisha umoni evenini The police loaded the offender in the van