Inguqulelo ka umoya ingesiNgesi:

umoya

wind

isibizo (class 3, isininzi imimoya)

  • 1

    wind
    Umoya uvuthuza ngamandla The wind is blowing strongly
  • 2

    air
    Vula ifestile kungene umoya Open the window and let fresh air in
  • 3

    spirit
    Umoya oyingcwele unibizile The holy spirit has called you
  • 4

    (for a cellphone)
    airtime
    Ndithengela iseli-fowuni yam umoya I'm buying airtime for my cellphone