Inguqulelo ka umphathi ingesiNgesi:

umphathi

manager

isibizo (class 1, isininzi abaphathi)

  • 1

    manager
    Umphathi wesibhedlele ubazisile bonke abongikazi The hospital manager has informed all the nurses
    → Synonym of imanejala
  • 2

    captain
    umphathi wenqwelomoya the captain of a plane