Inguqulelo ka umqathango ingesiNgesi:

umqathango

rule

isibizo (class 3, isininzi imiqathango)

  • 1

    rule
    Nawuphi na umntu ongawululameliyo umqathango uyohlwaywa Any person who does not obey the rule will be punished