Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika umsebenzi in isiXhosa

: umsebenzi1umsebenzi2

umsebenzi1

worker

isibizo (classes 3, 1, isininzi imisebenzi)

  • 1

    worker
    employee
    labourer
    Umlimi uqesha lo msebenzi ukucholachola iidiliya The farmer employs this worker to pick grapes

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika umsebenzi in isiXhosa

: umsebenzi1umsebenzi2

umsebenzi2

work

isibizo (classes 3, 1, isininzi imisebenzi)

  • 1

    work
    labour
    Maze ningenzi namnye umsebenzi ngoMgqibelo You must not do any work on Saturday
  • 2

    task
    exercise
    Utitshala uthabatha umsebenzi wabafundi ngeenjongo zokuwumakisha The teacher takes in the learners' task with a view to marking it
  • 3

    employment
    job
    Unawo na umsebenzi? Do you have a job?
    Baya emsebenzini yonke imihla They go to work every day