Inguqulelo ka umsebenzisi ingesiNgesi:

umsebenzisi

user

isibizo (class 1, isininzi abasebenzisi)

  • 1

    user
    consumer
    Umsebenzisi wamanzi unoxanduva lokuwalondoloza The user of water has a responsibility to save it