Inguqulelo ka umthetho ingesiNgesi:

umthetho

law

isibizo (class 3, isininzi imithetho)

  • 1

    law
    act
    legislation
    UmThetho waMandla eNyukliya (umThetho wama-46 kowe-1999) The Nuclear Energy Act (Act No. 46 of 1999)
  • 2

    law
    Umthetho uthi umoni mbambe uye naye ngaphambili The law states that you should arrest a suspect and bring him forward