Inguqulelo ka umvulo ingesiNgesi:

umvulo

Monday

isibizo (class 3, isininzi imivulo)

  • 1

    Monday
    Sihlamba iimpahla zethu ngoMvulo We wash our clothes on Monday
    UMvulo ke yimini exakeke kakhulu kubantwana besikolo Monday is a very busy day for school children