Inguqulelo ka umxhaka ingesiNgesi:

umxhaka

ivory arm-band

isibizo (class 3, isininzi imixhaka)

  • 1

    ivory arm-band
    Bathabatha ke umxhaka wakhe They then took his ivory arm-band
  • 2

    unmodernised person
    Uyamva ke ukuba usandenza umxhaka? Can you hear that he is still likening me to an unmodernised person?