Inguqulelo ka uMzantsi Afrika ingesiNgesi:

uMzantsi Afrika

South Africa

isibizo (class 1a)

  • 1

    South Africa
    UMzantsi Afrika lilizwe elikwilizwekazi laseAfrika South Africa is a country on the continent of Africa
    Baya eMzantsi Afrika They're going to South Africa