Inguqulelo ka unonkala ingesiNgesi:

unonkala

crab

isibizo (class 1a, isininzi oononkala)

  • 1

    crab
    Unonkala unemilenze esibhozo neenzipho ezimbini A crab has eight legs and two claws