Inguqulelo ka unxulumaniso ingesiNgesi:

unxulumaniso

linkage

isibizo (class 11)

  • 1

    linkage
    Unxulumaniso lolwazi nezakhono kwizifundo lungundoqo The linkage of knowledge to skills is of utmost importance