Inguqulelo ka unzima ingesiNgesi:

unzima

you are difficult

isibanjalo

  • 1

    you are difficult
    Kutheni unzima kangaka? Why are you so difficult?
  • 2

    (she/he) is difficult
    Lo mntu unzima unzulu ukhohlakele This person is difficult, complex and cruel
  • 3

    (she) is pregnant
    Tyhini! UMamCirha unzima Goodness! Mamcirha is pregnant
  • 4

    (it) is difficult
    (it) is hard
    Umsebenzi unzima kakhulu The work is very difficult
  • 5

    (it) is heavy
    Loo mthwalo unzima That load is heavy