Inguqulelo ka uphawu ingesiNgesi:

uphawu

mark

isibizo (class 11, isininzi iimpawu)

  • 1

    mark
    Umtyholwa wesithathu wayenalo uphawu ebunzi The third accused had a mark on her forehead
  • 2

    sign
    symptom
    Olu lolunye uphawu lwempumelelo This is a sign of success
  • 3

    characteristic
    Nanzi iimpawu ezimbini zeentaka: zinoboya; zibeka amaqanda Here are two characteristics of birds: they have feathers; they lay eggs