Inguqulelo ka uphawu lombuzo ingesiNgesi:

uphawu lombuzo

question mark

isibizo (class 11, isininzi iimpawu zombuzo)

inzululwazi geelwimi

  • 1

    question mark
    Faka uphawu lombuzo ekupheleni kombuzo Always put a question mark at the end of a question