Inguqulelo ka uphondo ingesiNgesi:

uphondo

horn

isibizo (class 11, isininzi iimpondo)

  • 1

    horn
    Imazi yenkomo yamhlaba ngophondo emlenzeni The cow poked him with a horn on the leg
  • 2

    tusk
    uphondo lwendlovu the tusk of an elephant
  • 3

    power (of a nation)
    strength
    Nkosi sikelel' iAfrika, maluphakanyisw' uphondo lwayo God bless Africa; may its strength be raised