Inguqulelo ka usizi ingesiNgesi:

usizi

pity

isibizo (class 11, isininzi iintsizi)

  • 1

    pity
    Usizi apho lukhona aba bantu babulawa kukuswela ulwazi It is a pity that these people suffer from a lack of information
  • 2

    misery
    distress
    grief
    sorrow
    Yabanga usizi, le nto It caused distress, that thing