Inguqulelo ka utatomkhulu ingesiNgesi:

utatomkhulu

grandfather

isibizo (class 1a, isininzi ootatomkhulu)

  • 1

    grandfather
    Utatomkhulu nomakhulu babuka umzukulwana wabo The grandfather and grandmother admire their grandchild
  • 2

    uncle
    (my/our) father's elder brother
    Utatomkhulu wayekonwabele ukuba nomzukulwana My father's elder brother enjoyed having a grandchild