Inguqulelo ka uthotho ingesiNgesi:

uthotho

many things

isibizo (class 11)

  • 1

    many things
    succession of things
    UThemba waphawula uthotho lweemoto zivela eXesi Themba noticed many cars coming from Middledrift