Inguqulelo ka utitshalakazi ingesiNgesi:

utitshalakazi

female teacher

isibizo (class 1a, isininzi ootitshalakazi)

  • 1

    female teacher
    mistress
    Utitshalakazi Duze ubonakala ngathi ngumntu onobubele The female teacher, Duze, appears to be a kind person