Inguqulelo ka uviwo ingesiNgesi:

uviwo

examination

isibizo (class 11, isininzi iimviwo)

  • 1

    examination
    Ibanga le-12 liza kubhala iimviwo zokuphela konyaka ngoOktobha The Grade 12 learners will write their end-of-year examinations in October